Inombolo yokubanga ...
UKWAZISA NGENGOZI, NOKUFAKA ISICELO SEMBUYEKEZO
Isiqendu 38 43 -Imithetho yekomishala ifomu,neenkcukacha-isihlomelo 14.
ONOBUMBA
UMSEBENZI:Ifani ...Amagama Okuqala ...Inombolo yesazisi ... Inombolo Yomsebenzi ...Idilesi Yokuhlala/Yasekhaya ... Ikhodi Yeposi/Umqondiso wokwahlula iposi ...Umhla Wokuzalwa ... Isini ... Utshatile/ Isoka ...Intlobo/uhlobo lomsebenzi ...
Igama lomqashi apho umsebenzi onzakele khona ...
INGOZI
Indawo nexesha apho ingozi yenzeke khona Umhla ... Ixesha ... Indawo ...
Ebesenza ntoni umsebenzi/umqeshwa ngexesha lengozi yaye yehle njani ...
iv Ingaba kunengqina elibone lengozi xa isehla,ukuba Igama: ... likho,chaza:
Idilesi: ...
UMVUZO WOMSEBENZI NGETHUBA /NGEXESHA LENGOZI
Umvuzo opheleleyo(phambi kokuxhuzulwa)kuquka ukusebenza ngaphaya kwexesha/iiyure nekomishini ...
Imali efumaneka qho ...
Ezinye Balula ...
Uguqulelo lwendawo yokuhlala ngokwemali ...
Ngeveki R ... Ngenyanga R ...
(a) UKUBA INGOZI IYE YANESIPHUMO SOKUFA KOMSEBENZI NIKA EZINKCUKACHA ZILANDELAYO NGOKUPHATHELENE NABAXHOMEKEKE KUMSEBENZI.:
Amagama apheleleyo Idilesi Umhla wokuzalwa Ubudlelwane nomsebenzi b Ngokuphathelene nezinye iingozi, ezinkcukacha zilandelayo mazinikwe ngokuphathelene nosapho lomsebenzi:
Amagama apheleleyo Idilesi Ubudlelwane Nomsebenzi
Imbuyekezo ngokwemithetho/ngemiqathango yomthetho wembuyekezo kwingozi emsebenzini nezifo 1993 ( owayesakwaziwa njengomthetho wembuyekezo wabasebenzi)
Ndiyaqinisekisa ukuba zonke ezinkcukacha ngokokwazi kwam ziyinyaniso.
Uphawi lomsebenzi/lowo omele umsebenzi.
Umhla: ...
